Anatii – Ngozi Lyrics

Anatii – Ngozi Lyrics
Read: Ngozi Lyrics by Anatii

[Hook ]

Haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? Vele ndabiza amadlozi
Haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? Vele ndabiza amadlozi
Ooooh mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh ininzi
le mali le
Haaaaa mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh iningi
le mali le
Oh kunini ndibaleka? Oooh kunini ndibaleka? Oooh ininzi le
mali le umashonisa uyandkhangela. (X4)

[Verse] Wonk’ umuntu ufun’ i good life, instead of working they want
good times ooooh
I can show you what it look like, do whatever just to survive
oooh
Kutheni nibiz’ amapolisa? Nizondibambisa xolisa
Kutheni nibiz’ amapolisa? Bescel’ afownel’ uNolitha, aze
nemali azos’ nika, siphume kulent’ obanelishwa
Nizondibambisa xolisa
[Hook]
Haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? Vele ndabiza amadlozi
Haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? Vele ndabiza amadlozi
Ooooh mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh ininzi
le mali le
Haaaaa mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh iningi
le mali le
Oh kunini ndibaleka? Oooh kunini ndibaleka? Oooh ininzi le
mali le umashonisa uyandkhangela. (X4)

[Outro]
Iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza
Hayi, andikwazi, upheza, andikwazi upheza
Iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza
Hayi, andikwazi, upheza, andikwazi upheza
Yhelelele, yhelelele, yhelelele

[FAST DOWNLOAD]

|

Posted By in Lyrics

Last Updated: November 24, 2018

Copyright 2018 FakaZulu by OdicollinsTushnews